1 Korinte 9:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kodwa andibangi nalinye kula malungiselelo.+ Yaye nokubhala kwam oku, andizami kubanga wona. Ndixolele ukufa kunokwenjenjalo—yaye akukho mntu unokukuphuthisa oku kuqhayisa kwam!+
15 Kodwa andibangi nalinye kula malungiselelo.+ Yaye nokubhala kwam oku, andizami kubanga wona. Ndixolele ukufa kunokwenjenjalo—yaye akukho mntu unokukuphuthisa oku kuqhayisa kwam!+