Filipi 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+ 1 Tesalonika 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kungenxa yoko le nto, eneneni, xa ndandingasenakunyamezela, ndathumelayo ukuze ndazi ngokuthembeka kwenu,+ njengokuba mhlawumbi ngandlela ithile uMhendi+ ebesenokunihenda, kuze ukusebenza kwethu kube lilize.+
16 nihleli nibambelele ngokuqinileyo kwilizwi lobomi,+ ukuze ndibe nesizathu sokugcoba ngemini kaKristu,+ ngokuba ndingabalekelanga ilize okanye ndasebenza nzima ngokulilize.+
5 Kungenxa yoko le nto, eneneni, xa ndandingasenakunyamezela, ndathumelayo ukuze ndazi ngokuthembeka kwenu,+ njengokuba mhlawumbi ngandlela ithile uMhendi+ ebesenokunihenda, kuze ukusebenza kwethu kube lilize.+