IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Efese 3:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 3 Ngenxa yoku mna, Pawulos, olibanjwa+ likaKristu Yesu ngenxa yenu, bantu beentlanga+—

  • Filipi 1:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 kangangokuba imixokelelwane yam+ iye yaziwa esidlangalaleni+ ngokunxulumene noKristu phakathi kwalo lonke iQela Labalindi Bakomkhulu nabo bonke abanye;+

  • Kolose 4:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Umbuliso lo ubhalwa ndim, mna Pawulos, ngesandla sam.+ Qhubekani niyikhumbula imixokelelwane yam yentolongo.+ Ububele obungasifanelanga mabube nani.

  • 2 Timoti 1:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngobungqina obungeNkosi yethu,+ nangokuba libanjwa kwam ngenxa yayo,+ ndaweni yoko yiba nenxaxheba ekubandezelekeni+ ngenxa yeendaba ezilungileyo, ngokwamandla kaThixo.+

  • Filemon 13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Bendingathanda ukumnkonya ukuze esikhundleni sakho+ ahlale endilungiselela kwimixokelelwane+ yentolongo endiyithweleyo ngenxa yeendaba ezilungileyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share