1 Tesalonika 2:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 njengoko ezama ukusithintela+ ukuba singathethi nabantu beentlanga ukuze basindiswe,+ nto leyo ephumela ekubeni uzale ngokupheleleyo umlinganiselo+ wezono zawo. Kungokunje ingqumbo yakhe iphezu kwawo.+ 2 Timoti 4:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 kodwa iNkosi yema kufuphi nam,+ yandomeleza,+ ukuze ngam ukushumayela kufezwe ngokuzeleyo, kufikelele kuzo zonke iintlanga;+ yada yandihlangula nasemlonyeni wengonyama.+
16 njengoko ezama ukusithintela+ ukuba singathethi nabantu beentlanga ukuze basindiswe,+ nto leyo ephumela ekubeni uzale ngokupheleleyo umlinganiselo+ wezono zawo. Kungokunje ingqumbo yakhe iphezu kwawo.+
17 kodwa iNkosi yema kufuphi nam,+ yandomeleza,+ ukuze ngam ukushumayela kufezwe ngokuzeleyo, kufikelele kuzo zonke iintlanga;+ yada yandihlangula nasemlonyeni wengonyama.+