1 Korinte 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba kum kubonakala ukuba uThixo uye wasibeka thina bapostile saba ngabokugqibela embonisweni+ njengabantu abamiselwe ukufa,+ ngenxa yokuba siye saba ngumboniso wokubonelwa+ lihlabathi, naziingelosi,+ nangabantu.+ 1 Petros 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+
9 Kuba kum kubonakala ukuba uThixo uye wasibeka thina bapostile saba ngabokugqibela embonisweni+ njengabantu abamiselwe ukufa,+ ngenxa yokuba siye saba ngumboniso wokubonelwa+ lihlabathi, naziingelosi,+ nangabantu.+
21 Enyanisweni, nabizelwa kulo eli khondo, kuba noKristu wabandezeleka ngenxa yenu,+ enishiya nomzekelo, ukuze nilandele emanyathelweni akhe ngokusondeleyo.+