IMizekeliso 6:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngokuba usisibane umyalelo,+ nomthetho ulukhanyiso,+ yaye izohlwayo zengqeqesho ziyindlela yobomi,+ Efese 5:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 yaye musani ukwabelana+ nabo kwimisebenzi yobumnyama+ engenasiqhamo, kunoko, bohlwayeni,+ 1 Timoti 5:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Bohlwaye+ ekuhleni abantu abaqhelisela isono,+ khon’ ukuze nabanye boyike ukona.+ 2 Timoti 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 lishumayele ilizwi+ ngokungxamisekileyo, ngexesha elilungileyo+ nangexesha lenkathazo,+ yohlwaya,+ khalimela, bongoza, ngako konke ukuzeka kade umsindo+ nobugcisa bokufundisa. Tito 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Obu bungqina buyinyaniso. Ngenxa kanye yesi sizathu qhubeka ubohlwaya ngokuqatha,+ ukuze baphile+ elukholweni, ISityhilelo 3:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 “‘Bonke abo ndinomsa ngabo ndiyabohlwaya ndize ndibaqeqeshe.+ Ngoko ke yiba nenzondelelo uze uguquke.+
23 Ngokuba usisibane umyalelo,+ nomthetho ulukhanyiso,+ yaye izohlwayo zengqeqesho ziyindlela yobomi,+
2 lishumayele ilizwi+ ngokungxamisekileyo, ngexesha elilungileyo+ nangexesha lenkathazo,+ yohlwaya,+ khalimela, bongoza, ngako konke ukuzeka kade umsindo+ nobugcisa bokufundisa.
13 Obu bungqina buyinyaniso. Ngenxa kanye yesi sizathu qhubeka ubohlwaya ngokuqatha,+ ukuze baphile+ elukholweni,
19 “‘Bonke abo ndinomsa ngabo ndiyabohlwaya ndize ndibaqeqeshe.+ Ngoko ke yiba nenzondelelo uze uguquke.+