Yohane 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UYesu waphendula wathi: “Inene, inene, ndithi kuwe, Ngaphandle kokuba nabani na azalwe ngamanzi+ nomoya,+ akanakungena ebukumkanini bukaThixo. Hebhere 12:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngapha koko, sasinoobawo bethu bokwenyama bokusiqeqesha,+ yaye sasibahlonela. Asisayi kuthi na sizithobe kakhulu ngakumbi kuBawo wobomi bethu bokomoya size siphile?+ 1 Petros 1:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Makabongwe uTHIXO noYise weNkosi yethu uYesu Kristu,+ kuba ngokwenceba yakhe enkulu wasizala ngokutsha+ ngokubhekisele kwithemba eliphilayo+ ngokuvuka+ kukaYesu Kristu kwabafileyo,
5 UYesu waphendula wathi: “Inene, inene, ndithi kuwe, Ngaphandle kokuba nabani na azalwe ngamanzi+ nomoya,+ akanakungena ebukumkanini bukaThixo.
9 Ngapha koko, sasinoobawo bethu bokwenyama bokusiqeqesha,+ yaye sasibahlonela. Asisayi kuthi na sizithobe kakhulu ngakumbi kuBawo wobomi bethu bokomoya size siphile?+
3 Makabongwe uTHIXO noYise weNkosi yethu uYesu Kristu,+ kuba ngokwenceba yakhe enkulu wasizala ngokutsha+ ngokubhekisele kwithemba eliphilayo+ ngokuvuka+ kukaYesu Kristu kwabafileyo,