Genesis 18:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wandula ke wathi: “Yehova, ukuba, kaloku, ndikholekile emehlweni akho, nceda ungadluli kumkhonzi wakho.+ Genesis 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zafika ke ezo ngelosi zimbini eSodom ngokuhlwa, yaye uLote wayehleli esangweni laseSodom.+ Uthe akuzibona uLote, wasukuma waya kuzihlangabeza waza waqubuda ngobuso emhlabeni.+ Mateyu 25:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Kuba ndalamba, nandinika into yokudla;+ ndanxanwa, nandinika into yokusela. Ndandingowasemzini, nandamkela ngomoya wokubuk’ iindwendwe;+
3 Wandula ke wathi: “Yehova, ukuba, kaloku, ndikholekile emehlweni akho, nceda ungadluli kumkhonzi wakho.+
19 Zafika ke ezo ngelosi zimbini eSodom ngokuhlwa, yaye uLote wayehleli esangweni laseSodom.+ Uthe akuzibona uLote, wasukuma waya kuzihlangabeza waza waqubuda ngobuso emhlabeni.+
35 Kuba ndalamba, nandinika into yokudla;+ ndanxanwa, nandinika into yokusela. Ndandingowasemzini, nandamkela ngomoya wokubuk’ iindwendwe;+