IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 7:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 “Asingabo bonke abathi kum, ‘Nkosi, Nkosi,’ abaya kungena ebukumkanini bamazulu, kodwa ngulowo wenza+ ukuthanda kukaBawo osemazulwini oya kungena.+

  • Roma 12:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Yabelanani nabo bangcwele ngokweemfuno zabo.+ Landelani ikhondo lokubuk’ iindwendwe.+

  • 1 Timoti 5:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kodwa ukuba umhlolokazi unabantwana okanye abazukulwana, mabafunde ukuqhelisela uzinikelo lobuthixo ekhaya+ kuqala, babuyekeze abazali+ noomawokhulu babo, kuba oko kwamkelekile emehlweni kaThixo.+

  • Hebhere 10:24
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 24 Kanjalo masinyamekelane, sivuselelane+ eluthandweni nasemisebenzini emihle,+

  • Yakobi 1:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 Unqulo oluhlambulukileyo+ nolungadyobhekanga+ ngokwembono kaThixo noBawo wethu lulo olu: ukuvelela iinkedama+ nabahlolokazi+ embandezelweni yabo,+ nokuzigcina ungenabala+ kulo ihlabathi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share