Roma 6:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuba lowo uye wafa ugwetyelwe kwisono sakhe.+ 2 Korinte 5:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uthando analo uKRISTU luyasinyanzela, ngenxa yokuba siye sagqiba kwelokuba, umntu omnye wabafela bonke;+ ngoko ke, bonke bafile; Kolose 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo.
14 Kuba uthando analo uKRISTU luyasinyanzela, ngenxa yokuba siye sagqiba kwelokuba, umntu omnye wabafela bonke;+ ngoko ke, bonke bafile;
5 Bhubhisani,+ ke ngoko, amalungu enu omzimba+ asemhlabeni, uhenyuzo, ukungahlambuluki, inkanuko yesini,+ umnqweno owenzakalisayo, nokubawa,+ okulunqulo-zithixo.