Yohane 3:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Lowo ubonisa ukholo+ kuNyana unobomi obungunaphakade;+ lowo ungamthobeliyo uNyana akayi kububona ubomi,+ kodwa ingqumbo kaThixo ihleli phezu kwakhe.+
36 Lowo ubonisa ukholo+ kuNyana unobomi obungunaphakade;+ lowo ungamthobeliyo uNyana akayi kububona ubomi,+ kodwa ingqumbo kaThixo ihleli phezu kwakhe.+