Yohane 14:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+ 2 Yohane 6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Yaye oku koko luthetha kona uthando,+ ukuba siqhubeke sihamba ngokuvumelana nemiyalelo yakhe.+ Nguwo lo umyalelo, njengoko nevayo kwasekuqaleni, ukuba nifanele nihambe kuwo.+
23 Ekuphenduleni uYesu wathi kuye: “Ukuba nabani na uyandithanda, uya kuligcina+ ilizwi lam, yaye uBawo uya kumthanda, ibe siya kuza kuye size sihlale naye.+
6 Yaye oku koko luthetha kona uthando,+ ukuba siqhubeke sihamba ngokuvumelana nemiyalelo yakhe.+ Nguwo lo umyalelo, njengoko nevayo kwasekuqaleni, ukuba nifanele nihambe kuwo.+