IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Marko 13:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Kuba kuya kuvela+ ooKristu bobuxoki nabaprofeti bobuxoki yaye baya kunikela imiqondiso nemimangaliso+ ukuze balahlekise, ukuba kunokwenzeka, abo banyuliweyo.+

  • 3 Yohane 10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Ngoko ke, ukuba ndithe ndafika, ndiya kuyikhumbula imisebenzi yakhe aqhubeka eyenza,+ ephololoza ngathi ngamazwi angendawo.+ Kanti ke, nangaphezu koko, akabamkeli ngembeko abazalwana,+ yaye nabo bafuna ukubamkela+ uzama ukubathintela+ efuna nokubaphosela ngaphandle+ kwebandla.

  • ISityhilelo 2:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “‘Noko ke, ndinoku nxamnye nawe, kokuba umnyamezela laa mfazi uIzebhele,+ ozibiza ngokuthi ungumprofetikazi, efundisa+ aze alahlekise amakhoboka am+ ukuba ahenyuze,+ atye izinto ezibingelelwe kwizithixo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share