IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 13:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Kwathi ke xa baleleyo abantu, kwafika utshaba lwakhe lwahlwayela ukhula phakathi kwengqolowa, lwemka.

  • Mateyu 13:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 intsimi lihlabathi;+ yona ke imbewu entle, ngoonyana bobukumkani; kodwa ukhula ngoonyana bongendawo,+

  • Galati 2:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kodwa ngenxa yabazalwana bobuxoki+ abangeniswa ngasese,+ benyebelezela ngaphakathi ngelokuhlola inkululeko+ esinayo kumanyano lwethu noKristu Yesu, ukuze basikhobokise+ ngokupheleleyo—

  • 1 Yohane 2:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Bakreqa kuthi, kuba babengengabo abethu kakade;+ ukuba babengabethu, ngebabehleli kunye nathi.+ Kodwa bakreqa ukuze kubonakale ukuba asingabo bonke abangabethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share