IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 6:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Umhlaba wawonakele emehlweni oTHIXO oyinyaniso+ yaye umhlaba wawuzaliswe lugonyamelo.+

  • INdumiso 53:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 53 Lowo ungenangqiqo uthe entliziyweni yakhe:

      “Akakho uYehova.”+

      Benze ngokonakala yaye benze ngokucekisekayo ngentswela-bulungisa;+

      Akukho namnye owenza okulungileyo.+

  • Yeremiya 6:28
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 28 Bonke bangabona bantu baneenkani,+ bahambahamba njengabanyelisi+—ubhedu nentsimbi. Bonke bayonakalisa.+

  • Yeremiya 51:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Yabona, ndinxamnye nawe,+ ntaba eyonakalisayo,”+ utsho uYehova, “wena monakalisi womhlaba uphela;+ kwaye ndiza kusolula nxamnye nawe isandla sam ndize ndikuqengqe usuke ezingxondorheni ukuze ndikwenze intaba etshisiweyo.”+

  • Zefaniya 3:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ndathi, ‘Ngokuqinisekileyo niya kundoyika; niya kulwamkela uqeqesho’;+ ukuze indawo yaso yokuhlala inganqunyulwa+—konke oko ndimele ndimphendulise ngako.+ Eneneni bakhawulezisa ukonakalisa zonke izenzo zabo.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share