Mateyu 24:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+ IZenzo 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+ ISityhilelo 1:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Mna Yohane, umzalwana wenu nonesabelo kunye nani kwimbandezelo+ nobukumkani+ nonyamezelo+ kunye noYesu,+ ndaba kwisiqithi esibizwa ngokuba yiPatmos ngenxa yokuthetha ngoThixo nokunikela ubungqina ngoYesu.+ ISityhilelo 6:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Xa yalivulayo elesihlanu itywina, ndabona phantsi kwesibingelelo+ imiphefumlo+ yabo babulawa+ ngogonyamelo ngenxa yelizwi likaThixo nangenxa yomsebenzi wokungqina+ ababefudula benawo.
9 “Baya kwandula ke abantu baninikele ekubandezelweni,+ banibulale,+ nithiywe+ ziintlanga zonke ngenxa yegama lam.+
8 kodwa niya kwamkela amandla+ xa umoya oyingcwele ufika kuni, yaye niya kuba ngamangqina+ am eYerusalem+ nakulo lonke elakwaYuda naseSamariya+ kude kuse nakwezona nxalenye zikude zomhlaba.”+
9 Mna Yohane, umzalwana wenu nonesabelo kunye nani kwimbandezelo+ nobukumkani+ nonyamezelo+ kunye noYesu,+ ndaba kwisiqithi esibizwa ngokuba yiPatmos ngenxa yokuthetha ngoThixo nokunikela ubungqina ngoYesu.+
9 Xa yalivulayo elesihlanu itywina, ndabona phantsi kwesibingelelo+ imiphefumlo+ yabo babulawa+ ngogonyamelo ngenxa yelizwi likaThixo nangenxa yomsebenzi wokungqina+ ababefudula benawo.