1 Korinte 7:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Nathengwa ngexabiso;+ musani ukuba ngamakhoboka+ abantu. ISityhilelo 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,
9 Baza bavuma ingoma+ entsha, besithi: “Ukufanele ukuwuthabatha umsongo uze uvule amatywina awo, ngenxa yokuba waxhelwa waza ngegazi+ lakho wathengela+ uThixo+ abantu bephuma kuzo zonke izizwe neelwimi nabantu neentlanga,