Iziqulatho
June 8, 2000
Amanyala Aboniswa Kwi-Internet—Anokuba Yingozi Njani?
Kunokuba yingozi kangakanani ukubukela amanyala kwi-Internet? Kunokuphetshwa njani oku?
3 Amanyala Ayaboniswa Nakwikhompyutha
7 Zikhusele Kunye Nabo Ubathandayo
11 Xa Isifo Esinganyangekiyo Sihlasela Intsapho
12 Isifo Esinganyangekiyo—Umbandela Wentsapho
16 Indlela Iintsapho Ezihlangabezana Ngayo Nesifo Esinganyangekiyo
26 Abo Bahlala Emiqolombeni Kule Mihla
28 Indlela Intsapho Yethu Eyaphinda Yamanyana Ngayo
32 Ungaphoswa!
Ootata Ababaleka Imbopheleleko—Ngaba Banokuyibaleka Ngokwenene? 21
Ngaba umfana angayibaleka ngokupheleleyo imiphumo yokuba nomntwana ngaphandle komtshato?
IBhayibhile iwuphendula njani lo mbuzo?