IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 4/10 iphe. 3
  • Ucwangciso Lweveki Ka-April 26

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki Ka-April 26
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOAPRILI 26
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2010
km 4/10 iphe. 3

Ucwangciso Lweveki Ka-April 26

IVEKI EQALA NGOAPRILI 26

Ingoma 82 (72)

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

cf isahlu. 3 ¶20-24, nebhokisi ekwiphe. 34

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: 1 Samuweli 26-31

Impinda Yesikolo Sobulungiseleli Sobuthixo

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 135 (2)

5 imiz: Izaziso.

5 imiz: Lungiselela Ukuhambisa IMboniselo NoVukani! Qala ngokuba nomboniso wovulindlela ebonisa indlela aza kuhambisa ngayo inkupho yakutshanje yeMboniselo nekaVukani! Ngokufutshane buza abaphulaphuli ukuba ngawaphi amanqaku, imibuzo nezibhalo abaceba ukuzisebenzisa.

10 imiz: Shumayela Ngeleta. Ingxubusho kunye nabaphulaphuli esekelwe kwincwadi ethi ISikolo Sobulungiseleli, iphepha 71-73.

15 imiz: Ibhokisi Yemibuzo. Ingxubusho nabaphulaphuli. Funda uze uxubushe izibhalo ezicatshulweyo.

Ingoma 104 (165)

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share