IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • km 2/12 iphe. 4
  • Ucwangciso Lweveki KaMatshi 5

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ucwangciso Lweveki KaMatshi 5
  • Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
  • Imixholwana
  • IVEKI EQALA NGOMATSHI 5
Ubulungiseleli Bethu BoBukumkani—2012
km 2/12 iphe. 4

Ucwangciso Lweveki KaMatshi 5

IVEKI EQALA NGOMATSHI 5

Ingoma 103 Nomthandazo

□ ISifundo SeBhayibhile Sebandla:

bt isahlu. 17 ¶15-19 (25 imiz.)

□ ISikolo Sobulungiseleli Sobuthixo:

Ufundo lweBhayibhile: Yeremiya 1-4 (10 imiz.)

No. 1: Yeremiya 3:14-25 (4 imiz. okanye ngaphantsi)

No. 2: Isizathu Sokuba Sinebhongo Ngokuthwala Igama LikaYehova—Isa. 43:12 (5 imiz.)

No. 3: Iyintoni Imbono YeBhayibhile Ngoqhawulo-mtshato Nokuphinda Utshate?—rs iphe. 360 ¶1-iphe. 361 ¶1 (5 imiz.)

□ INtlanganiso Yenkonzo:

Ingoma 94

5 imiz: Izaziso.

10 imiz: Zuza Kwincwadana Ethi Ukuhlolisisa IZibhalo Imihla Ngemihla—Yowama-2012. Yithi gqabagqaba ngentshayelelo yale ncwadana. Emva koko cela abaphulaphuli bachaze ixesha abayixubusha ngalo itekisi yosuku nendlela abaye bangenelwa ngayo. Qukumbela ngengxubusho emfutshane yomxholo wonyaka wama-2012.

10 imiz: Iimfuno zebandla.

10 imiz: Iintshayelelo Zokuhambisa Amaphephancwadi NgoMatshi. Ingxubusho. Kangangomzuzu okanye emibini yithi gqaba-gqaba ngezinto eziqulethwe ngala maphephancwadi ezinokubangela umdla kwintsimi yenu. Emva koko, usebenzisa iMboniselo, cela abaphulaphuli ukuba bachaze imibuzo nezibhalo abaceba ukuzisebenzisa. Yenza okufanayo nangoVukani! yaye ukuba ixesha liyavuma nangelinye inqaku elikwelinye lala maphephancwadi. Yenza umboniso wendlela elinokuhanjiswa ngayo iphephancwadi ngalinye.

Ingoma 75 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share