Ucwangciso Lweveki KaMatshi 2
IVEKI EQALA NGOMATSHI 2
Ingoma 5 Nomthandazo
ISifundo SeBhayibhile Sebandla:
cl isahl. 21 ¶1-8 (imiz. 30)
ISikolo SoBulungiseleli Sobuthixo:
Ufundo lweBhayibhile: Rute 1-4 (imiz. 8)
Inte. 1: Rute 3:14–4:6 (imiz. 3 okanye ngaphantsi)
Inte. 2: UAkwila—Umxholo: Shumayela Ngenzondelelo Yaye Ube Nobubele—w02 11/15 iphe. 10 ¶5, 6; w03 11/15 iphe. 19 ¶1-5 (imiz. 5)
Inte. 3: Ukuthobeka Namandla KaKristu UKumkani—igw iphe. 8 ¶5–iphe. 9 ¶4 (imiz. 5)
Intlanganiso Yenkonzo:
Umxholo Wenyanga: ‘Zondelela Imisebenzi Emihle’!—Tito 2:14.
Imiz 10: Hambisa Iimagazini NgoMatshi. Ingxubusho. Qala ngokubonisa indlela ezinokuhanjiswa ngayo ezi magazini kusetyenziswa amacebiso akweli phepha. Bakhuthaze bonke ukuba bazifunde ezi magazini ukuze bazazi.
Imiz 10: “Khuthazanani Kwimisebenzi Emihle Ngenzondelelo.” Ingxubusho. Bonisa indlela oye wabethelelwa ngayo umxholo wenyanga kaFebruwari kwiNtlanganiso Yenkonzo.
Imiz 10: Siqhube Njani? Ingxubusho. Cela abaphulaphuli bagqabaze ngendlela abaye bancedakala ngayo kukusebenzisa amacebiso akumxholo othi “Ukuphucula Ubuchule Bethu Bokushumayela—Ukushumayela Kwi-intercom.” Phinda ubabuze ukuba baye bashumayela njani kwi-intercom, ukuba zikhona kwintsimi yenu.
Ingoma entsha “UYehova Ligama Lakho” Nomthandazo
Isikhumbuzo: Nceda uyidlale le ngoma kube kanye, emva koko ibandla liyicule.