IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Januwari iphe. 2
  • Januwari 1-7

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Januwari 1-7
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Januwari iphe. 2

Januwari 1-7

MATEYU 1–3

  • Ingoma 99 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “UBukumkani Bamazulu Busondele”: (imiz. 10)

    • [Dlala ividiyo ethi, Intshayelelo KaMateyu.]

    • Mat 3:1, 2—UYohane umBhaptizi wathi uMlawuli woBukumkani bamazulu wayeza kubonakala (ingcaciso kaMateyu 3: 1, 2)

    • Mat 3:4—UYohane umBhaptizi wayenezinto eziyimfuneko, ibe wayezinikele ngokupheleleyo ekwenzeni ukuthanda kukaThixo (umfanekiso kaMateyu 3:4)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni (imiz. 8)

    • Mat 1:3—Isenokuba sisiphi isizathu sokuqukwa kwamabhinqa amahlanu kumnombo kaYesu onamadoda odwa okuMateyu? (ingcaciso kaMateyu 1:3)

    • Mat 3:11—Sazi njani ukuba xa umntu ebhaptizwa kufuneka antywiliselwe emanzini? (ingcaciso kaMateyu 3:11)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Mat 1:1-17

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Ividiyo Yotyelelo Lokuqala: (imiz. 4) Yidlale nize nincokole ngayo.

  • Xa Ubuyela Okokuqala: (imiz. 3 nangaphantsi) Jonga iphepha lokuqala.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) bh iphe. 39 ¶ 6-7

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 101

  • Ingxelo Yonyaka Wenkonzo: (imiz. 15) Intetho enikelwa ngumdala. Emva kokufunda ileta esuka kwiofisi yesebe ethetha ngengxelo yonyaka wenkonzo, ncokola nabavakalisi obakhethe kwangaphambili abanamava amnandi entsimi ebudeni bonyaka odlulileyo.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 2 isiqe. 1-11a

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 86 Nomthandazo

a Zigcineni Kuthando LukaThixo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share