IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Septemba iphe. 6
  • Septemba 24-30

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Septemba 24-30
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Septemba iphe. 6

Septemba 24-30

YOHANE 7-8

  • Ingoma 12 Nomthandazo

  • Amazwi Okuvula (imiz. 3 nangaphantsi)

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO

  • “UYesu Wamzukisa UYise”: (imiz. 10)

    • Yoh 7:15-18—Xa uYesu wayenconywa ngeemfundiso zakhe, uzuko walusa kuYehova (cf 100-101 ¶5-6)

    • Yoh 7:28, 29—UYesu wathi uthunywe nguThixo, nto leyo eyayibonisa ukuba uyazithoba kuye

    • Yoh 8:29—UYesu waxelela abantu ababemmamele ukuba usoloko esenza izinto ezikholekileyo kuYehova (w11 3/15 11 ¶19)

  • Ukwemba Ubuncwane ObuseBhayibhileni: (imiz. 8)

    • Yoh 7:8-10—Ngaba uYesu wabaqhatha abantakwabo? (w07 2/1 6 ¶4)

    • Yoh 8:58—Kutheni inxalenye yokugqibela yale vesi iguqulelwa ngokuthi “bendikho” kunokuba kuthiwe “ndikho,” ibe kutheni ibalulekile loo nto? (ingcaciso)

    • Yintoni oyifundileyo ngoYehova kufundo lweBhayibhile lwale veki?

    • Bubuphi obunye ubuncwane obuseBhayibhileni obufumene kufundo lweBhayibhile lwale veki?

  • Ufundo LweBhayibhile: (imiz. 4 nangaphantsi) Yoh 8:31-47

YIKHUTHALELE INTSIMI

  • Xa Ubuyela Okwesibini: (imiz. 3 nangaphantsi) Sebenzisa incoko ekwiphepha lokuqala. Mmemele kwiintlanganiso.

  • Xa Ubuyela Okwesithathu: (imiz. 3 nangaphantsi) Khetha isibhalo ofuna ukusisebenzisa uze uhambise enye yeencwadi ekuqhutywa ngayo izifundo.

  • Isifundo SeBhayibhile: (imiz. 6 nangaphantsi) lv 9-10 ¶10-11

INDLELA YOKUPHILA YAMAKRISTU

  • Ingoma 103

  • “Thobeka Uze Uthozame NjengoYesu”: (imiz. 15) Ingxubusho. Dlala ividiyo nganye.

  • ISifundo SeBhayibhile Sebandla: (imiz. 30) lv isahl. 13 isiqe. 16-26 nebhokisi ethi “Unqulo Lwenene Lusenza Sivuye Kakhulu”. (Akunyanzelekanga ukuba umfundi weziqendu afunde ibhokisi.)

  • Impinda Yentlanganiso Elandelwa Ngamagqabantshintshi Entlanganiso Yeveki Elandelayo (imiz. 3)

  • Ingoma 119 Nomthandazo

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share