IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • mwb18 Septemba iphe. 6
  • UYesu Wamzukisa UYise

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • UYesu Wamzukisa UYise
  • Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Amanqaku Afanayo
  • Thabatha Isibonda Sakho Sentuthumbo Uze Uqhubeke Undilandela
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
  • Thobeka Xa Unconywa
    Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso——2020
  • Unjani UYesu?
    Phila Ubomi Obumnandi Ngonaphakade!—Incoko Efundisa NgeBhayibhile
  • UYesu Kristu—Oyena Mthunywa Wevangeli Ubalaseleyo
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2008
Khangela Okunye
Ubomi BamaKristu Nomsebenzi Wokushumayela—Incwadi Yentlanganiso—2018
mwb18 Septemba iphe. 6
UYesu usa uzuko kuYise

UBUTYEBI OBUPHUMA ELIZWINI LIKATHIXO | YOHANE 7-8

UYesu Wamzukisa UYise

7:15-18, 28, 29; 8:29

Kuyo yonke into awayeyithetha nawayeyenza, uYesu wayezukisa uYise osezulwini. Wayefuna abantu bazi ukuba into ayithethayo isuka kuThixo. Ngoko izinto awayezifundisa wayezithatha eZibhalweni kwaye esoloko ecaphula kuzo. Xa abantu babemncoma, wayelususa kuye olo zuko aze aluse kuYehova. Eyona nto yayibalulekile kuye, yayikukwenza umsebenzi awayewuthunywe nguYehova.—Yoh 17:4.

Singamxelisa njani uYesu xa . . .

  • siqhuba isifundo seBhayibhile okanye siseqongeni?

  • sinconywa ngabantu?

  • sigqiba ngendlela emasisebenzise ngayo ixesha lethu?

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share