Iziqulatho
October 8, 2002
Iintsapho Ezinomzali Omnye Zinako Ukuphumelela
Kumazwe amaninzi ziya zisanda iintsapho ezinomzali omnye. Kunokuhlangatyezwana njani nolu celomngeni?
3 Ziyanda Iintsapho Ezinomzali Omnye
6 Abazali Abangenamaqabane, Baneengxaki Ezininzi
10 Umzali Ongenaqabane Akayedwa
25 Izixhobo Ezingaqondakaliyo—Zisisisongelo Kangakanani?
Ngaba Sifanele Sixhomekeke Kubembi Bezinto Zakudala Ukuze Sibe Nokholo? 16
Ngaba sixhomekeke kubembi bezinto zakudala ukuze sikholelwe ukuba iBhayibhile liLizwi likaThixo?
Abantu Abathanda Imidlalo Ebangela Imincili—Kutheni Bethanda Imidlalo Eyingozi Nje? 18
Baya besanda abantu abadlala imidlalo eyingozi. Kutheni?