IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • ijwbq inqa. 60
  • Ukoyika Ukufa—Unokukoyisa Njani?

No video available for this selection.

Sorry, there was an error loading the video.

  • Ukoyika Ukufa—Unokukoyisa Njani?
  • Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
  • Imixholwana
  • Amanqaku Afanayo
  • Iimpendulo esuka eBhayibhileni
  • “Inyaniso Iya Kunikhulula”—Njani?
    Vukani!—2012
  • Hlakulela Ukuba Intliziyo Yakho Imoyike UYehova
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—2001
  • Kutheni Sifanele Simoyike UThixo?
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1989
  • Ukufunda Ukufumana Uvuyo Ngokoyika UYehova
    IMboniselo Evakalisa UBukumkani BukaYehova—1995
Khangela Okunye
Imibuzo YeBhayibhile Iyaphendulwa
ijwbq inqa. 60

Ukoyika Ukufa​—Unokukoyisa Njani?

Iimpendulo esuka eBhayibhileni

Siyakoyika ukufa, sifanele ke phofu, kuba lutshaba ibe zikho izinto esizenzayo ukuze sizikhusele. (1 Korinte 15:26) Noko ke, ukoyika ukufa okubangelwa ziimfundiso zobuxoki naziinkolelo kwenza abantu ‘babe bangamakhoboka okoyika ukufa ubomi babo bonke.’ (Hebhere 2:15) Ukwazi inyaniso kuyasikhulula ekoyikeni ukufa, olo loyiko lunokusenza singabonwabeli ubomi.​—Yohane 8:32.

Inyaniso ngokufa

  • Abafi abazi nto. (INdumiso 146:4) Akuyomfuneko ukoyika ukuqaqanjelwa okanye ukuthuthunjiswa emva kokuba uswelekile, kuba iBhayibhile ifanisa ukufa nokulala.​—INdumiso 13:3; Yohane 11:11-14.

  • Abafi abanakusenzakalisa. Kwaneentshaba zethu ebezinogonyamelo ziza kube ‘zingenamandla ekufeni.’ (IMizekeliso 21:16) IBhayibhile ithi, “intiyo yabo nekhwele labo sele latshabalala.”​—INtshumayeli 9:6.

  • Ukufa akusosiphelo sethu. Xa evusa abantu, uThixo uya kubuyisela ebomini abafi .​—Yohane 5:28, 29; IZenzo 24:15.

  • UThixo uthembisa ukuba kuza ilixa ‘lokungabikho kokufa.’ (ISityhilelo 21:4) Ithetha ngolo suku iBhayibhile ithi: “Amalungisa aya kuwudla ilifa umhlaba, ahlale kuwo ngonaphakade.”​—INdumiso 37:29.

    Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
    Log Out
    Log In
    • IsiXhosa
    • Share
    • Zikhethele
    • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
    • Imiqathango
    • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
    • Privacy Settings
    • JW.ORG
    • Log In
    Share