IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 21:30
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 30 Wathi ke yena: “Wowathabatha la mathokazi ezimvu asixhenxe esandleni sam, aze abe bubungqina bam+ bokuba eli qula lembiwa ndim.”

  • Yoshuwa 22:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 kodwa ukuze sibe bubungqina phakathi kwethu+ nani nezizukulwana zethu emva kwethu bokuba siya kuyiphumeza inkonzo kaYehova phambi kwakhe ngeminikelo yethu etshiswayo nemibingelelo yethu nemibingelelo yethu yobudlelane,+ ukuze ngenye imini oonyana benu bangatsho koonyana bethu ukuthi: “Aninasabelo kuYehova.”’

  • 3 Yohane 12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 UDemetriyo yena ungqinelwa ngabo bonke+ nayinyaniso ngokwayo. Nathi ke siyangqina ngaye,+ yaye uyazi ukuba ubungqina esibunikelayo buyinyaniso.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share