2 Kumkani 19:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Abemi bazo baya kuba nezandla ezibuthathaka;+Baya kunkwantya baze babe neentloni.+Baya kuba njengotyani bentsimi nengca ethambileyo,+Ingca eseluphahleni,+ xa itshiswe ngumoya wasempuma.+ Hezekile 17:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Yaye, khangela! nangona ufudusiwe, uya kuphumelela na? Awuyi koma ngokupheleleyo na, njengaxa ufikelwe ngumoya wasempuma?+ Uya koma emyezweni wehlumelo lawo.”’”+ Hoseya 13:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 “Nokuba kungenzeka ukuba avelise iziqhamo+ njengezityalo zengcongolo, uya kufikelwa ngumoya wasempuma, umoya kaYehova.+ Unyuka usuka entlango, yaye uya kulomisa iqula lakhe uze uwutshise umthombo wakhe.+ Uya kubuphanga bonke ubuncwane beempahla ezinqwenelekayo.+
26 Abemi bazo baya kuba nezandla ezibuthathaka;+Baya kunkwantya baze babe neentloni.+Baya kuba njengotyani bentsimi nengca ethambileyo,+Ingca eseluphahleni,+ xa itshiswe ngumoya wasempuma.+
10 Yaye, khangela! nangona ufudusiwe, uya kuphumelela na? Awuyi koma ngokupheleleyo na, njengaxa ufikelwe ngumoya wasempuma?+ Uya koma emyezweni wehlumelo lawo.”’”+
15 “Nokuba kungenzeka ukuba avelise iziqhamo+ njengezityalo zengcongolo, uya kufikelwa ngumoya wasempuma, umoya kaYehova.+ Unyuka usuka entlango, yaye uya kulomisa iqula lakhe uze uwutshise umthombo wakhe.+ Uya kubuphanga bonke ubuncwane beempahla ezinqwenelekayo.+