IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 39:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ekugqibeleni yazishiyela esandleni sikaYosefu zonke izinto eyayinazo;+ kwaye yayingakwazi konke konke oko yayinako ngaphandle kwesonka esidlayo. Ngaphezu koko, uYosefu wayemhle ngesiqu, emhle nangembonakalo.

  • INdumiso 105:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Wammisa waba yinkosi endlwini yakhe+

      Nanjengomlawuli phezu kwayo yonke impahla yakhe,+

  • IZenzo 7:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 wamhlangula kuzo zonke iimbandezelo zakhe waza wamnika ubabalo nobulumko emehlweni kaFaro ukumkani waseYiputa. Kwaye wammisa ukuba alawule iYiputa nendlu yakhe iphela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share