Genesis 41:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 Wena uqobo uya kuba phezu kwendlu yam,+ yaye bonke abantu bam baya kukuthobela ngokupheleleyo.+ Kusetroneni kuphela endiya kuba mkhulu kunawe.”+ 1 Samuweli 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 UMphakamisi wesisweli eluthulini;+Uyamphakamisa olihlwempu eluthuthwini,+Ukuze abahlalise nezidwangube; abanike itrone yozuko+ njengelifa.+Kuba zezikaYehova iintsika zomhlaba,+Yaye ubeka phezu kwazo ilizwe elinemveliso. Yobhi 36:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akayi kuwasusa amehlo akhe nakubani na olilungisa;+Kwanookumkani abasetroneni+—Kwakhona uya kubahlalisa ngonaphakade, yaye baya kuphakanyiswa. Daniyeli 2:48 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 48 Ngenxa yoko ukumkani wamenza mkhulu uDaniyeli,+ wamnika izipho ezininzi ezikhulu, wamenza umlawuli walo lonke iphondo laseBhabhiloni+ nomthetheli oyintloko wazo zonke izilumko zaseBhabhiloni.
40 Wena uqobo uya kuba phezu kwendlu yam,+ yaye bonke abantu bam baya kukuthobela ngokupheleleyo.+ Kusetroneni kuphela endiya kuba mkhulu kunawe.”+
8 UMphakamisi wesisweli eluthulini;+Uyamphakamisa olihlwempu eluthuthwini,+Ukuze abahlalise nezidwangube; abanike itrone yozuko+ njengelifa.+Kuba zezikaYehova iintsika zomhlaba,+Yaye ubeka phezu kwazo ilizwe elinemveliso.
7 Akayi kuwasusa amehlo akhe nakubani na olilungisa;+Kwanookumkani abasetroneni+—Kwakhona uya kubahlalisa ngonaphakade, yaye baya kuphakanyiswa.
48 Ngenxa yoko ukumkani wamenza mkhulu uDaniyeli,+ wamnika izipho ezininzi ezikhulu, wamenza umlawuli walo lonke iphondo laseBhabhiloni+ nomthetheli oyintloko wazo zonke izilumko zaseBhabhiloni.