Genesis 47:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Emva koko bathi kuFaro: “Size kuhlala njengabaphambukeli kweli lizwe,+ kuba abakhonzi bakho abanawo amadlelo omhlambi,+ kuba indlala iqatha ezweni lakwaKanan.+ Khawuncede, ke ngoko, ubavumele abakhonzi bakho bahlale ezweni laseGoshen.”+ Duteronomi 23:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Uze ungamcekisi umEdom, ngokuba ungumzalwana wakho.+ “Uze ungamcekisi umYiputa, ngokuba wawungumphambukeli ezweni lakhe.+ INdumiso 105:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Babehambahamba kwiintlanga ngeentlanga,+Besuka kobunye ubukumkani baye kwesinye isizwana.+ IZenzo 7:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ngaphezu koko, uThixo wathetha ngokusingisele koku, okokuba imbewu yakhe yayiya kuba ngabaphambukeli+ kwilizwe lasemzini+ yaye abantu babeya kuyikhobokisa baze bayixhwalekise kangangeminyaka engamakhulu amane.+
4 Emva koko bathi kuFaro: “Size kuhlala njengabaphambukeli kweli lizwe,+ kuba abakhonzi bakho abanawo amadlelo omhlambi,+ kuba indlala iqatha ezweni lakwaKanan.+ Khawuncede, ke ngoko, ubavumele abakhonzi bakho bahlale ezweni laseGoshen.”+
7 “Uze ungamcekisi umEdom, ngokuba ungumzalwana wakho.+ “Uze ungamcekisi umYiputa, ngokuba wawungumphambukeli ezweni lakhe.+
6 Ngaphezu koko, uThixo wathetha ngokusingisele koku, okokuba imbewu yakhe yayiya kuba ngabaphambukeli+ kwilizwe lasemzini+ yaye abantu babeya kuyikhobokisa baze bayixhwalekise kangangeminyaka engamakhulu amane.+