Eksodus 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kamva uMoses wamndulula uSirayeli wemka kuLwandle Olubomvu, baphuma baya kwintlango yaseShure,+ bahamba iintsuku zantathu entlango, kodwa bengafumani manzi.+ Eksodus 17:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Banxanelwa amanzi apho abantu, baza bammbombozelela uMoses abantu besithi: “Kutheni na usinyuse saphuma eYiputa ukuze usibulale ngonxano, thina noonyana bethu nemfuyo yethu?”+ INdumiso 63:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikufuna.+Umphefumlo wam uyakunxanelwa.+Inyama yam ityhafile kukulangazelela wenaEmhlabeni owomileyo nobharhileyo, ekungekho manzi kuwo.+
22 Kamva uMoses wamndulula uSirayeli wemka kuLwandle Olubomvu, baphuma baya kwintlango yaseShure,+ bahamba iintsuku zantathu entlango, kodwa bengafumani manzi.+
3 Banxanelwa amanzi apho abantu, baza bammbombozelela uMoses abantu besithi: “Kutheni na usinyuse saphuma eYiputa ukuze usibulale ngonxano, thina noonyana bethu nemfuyo yethu?”+
63 Owu Thixo, unguThixo wam, ndihlala ndikufuna.+Umphefumlo wam uyakunxanelwa.+Inyama yam ityhafile kukulangazelela wenaEmhlabeni owomileyo nobharhileyo, ekungekho manzi kuwo.+