Eksodus 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa yona inyama yenkunzi yenkomo leyo nesikhumba sayo nomswane wayo uze uzitshise ngomlilo ngaphandle kwenkampu.+ Ngumnikelo wesono lowo. Levitikus 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 “‘Kodwa sona isikhumba senkunzi yenkomo nenyama yayo yonke ndawonye nentloko yayo namanqina ayo namathumbu ayo nomswane wayo,+ Levitikus 16:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 “Ke yona inkunzi yenkomo yomnikelo wesono nebhokhwe yomnikelo wesono, ezigazi lazo langeniswayo ukuba licamagushe endaweni engcwele, zokhutshelwa ngaphandle kwenkampu; zitshiswe ngomlilo izikhumba zazo nenyama yazo nomswane wazo.+ Hebhere 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke noYesu, ukuze angcwalise+ abantu ngegazi lakhe,+ wabandezeleka ngaphandle kwesango.+
14 Kodwa yona inyama yenkunzi yenkomo leyo nesikhumba sayo nomswane wayo uze uzitshise ngomlilo ngaphandle kwenkampu.+ Ngumnikelo wesono lowo.
11 “‘Kodwa sona isikhumba senkunzi yenkomo nenyama yayo yonke ndawonye nentloko yayo namanqina ayo namathumbu ayo nomswane wayo,+
27 “Ke yona inkunzi yenkomo yomnikelo wesono nebhokhwe yomnikelo wesono, ezigazi lazo langeniswayo ukuba licamagushe endaweni engcwele, zokhutshelwa ngaphandle kwenkampu; zitshiswe ngomlilo izikhumba zazo nenyama yazo nomswane wazo.+