Levitikus 4:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 yonke inkunzi leyo yenkomo umele ayikhuphele ngaphandle kwenkampu+ kwindawo ehlambulukileyo apho kugalelwa khona uthuthu olunamafutha,+ aze ayitshise phezu kweenkuni ngomlilo.+ Mayitshiswe apho kugalelwa khona uthuthu olunamafutha. Levitikus 8:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ke inkunzi yenkomo nesikhumba sayo nenyama yayo nomswane wayo wazitshisa ngomlilo ngaphandle kwenkampu,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses. Hebhere 13:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba imizimba yezo zilwanyana ezigazi lazo lingeniswa kwindawo engcwele ngumbingeleli omkhulu ngenxa yesono itshiselwa ngaphandle kwenkampu.+ Hebhere 13:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngoko ke noYesu, ukuze angcwalise+ abantu ngegazi lakhe,+ wabandezeleka ngaphandle kwesango.+
12 yonke inkunzi leyo yenkomo umele ayikhuphele ngaphandle kwenkampu+ kwindawo ehlambulukileyo apho kugalelwa khona uthuthu olunamafutha,+ aze ayitshise phezu kweenkuni ngomlilo.+ Mayitshiswe apho kugalelwa khona uthuthu olunamafutha.
17 Ke inkunzi yenkomo nesikhumba sayo nenyama yayo nomswane wayo wazitshisa ngomlilo ngaphandle kwenkampu,+ kanye njengoko uYehova wamyalelayo uMoses.
11 Kuba imizimba yezo zilwanyana ezigazi lazo lingeniswa kwindawo engcwele ngumbingeleli omkhulu ngenxa yesono itshiselwa ngaphandle kwenkampu.+