2 Samuweli 8:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+ 2 Samuweli 12:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Abantu ababekuso, wabakhupha ukuze ababeke ematyeni okusarhela nakwizixhobo ezibukhali zentsimbi+ nasemazembeni entsimbi, yaye wabasebenzisa ekwenzeni izitena. Kwaye leyo yayiyindlela awenza ngayo kuzo zonke izixeko zoonyana baka-Amoni. Ekugqibeleni uDavide nabantu bonke babuyela eYerusalem.
2 Waqhubeka waxabela amaMowabhi+ waza wawalinganisa ngolutya, ewalalisa phantsi emhlabeni, ukuze alinganise izintya ezimbini zokuwabulala, nolutya olupheleleyo ukuze awagcine ephila;+ aza amaMowabhi aba ngabakhonzi bakaDavide+ bokuzisa unikelo.+
31 Abantu ababekuso, wabakhupha ukuze ababeke ematyeni okusarhela nakwizixhobo ezibukhali zentsimbi+ nasemazembeni entsimbi, yaye wabasebenzisa ekwenzeni izitena. Kwaye leyo yayiyindlela awenza ngayo kuzo zonke izixeko zoonyana baka-Amoni. Ekugqibeleni uDavide nabantu bonke babuyela eYerusalem.