IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Genesis 37:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 Bandula ke bahlala phantsi ukuze badle isonka.+ Xa baphakamisa amehlo abo, bakhangela, babona umkhoko wamaIshmayeli+ owawuvela eGiliyadi, yaye iinkamela zawo zazithwele intlaka emhlophe nebhalsam nentlaka emnandi,+ usendleleni eya kuzothula eYiputa.

  • Yoshuwa 17:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 kodwa ummandla weentaba ufanele ube ngowenu.+ Ngenxa yokuba lihlathi, nimele nilihlahle, limele libe yindawo ophela kuyo ummandla wenu. Kuba nifanele niwagxothe amaKanan, nangona eneenqwelo zokulwa ezinamarhengqa amakhulu entsimbi kwaye omelele.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share