Duteronomi 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ubazise ngomhla owema ngawo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe,+ xa wathi uYehova kum, ‘Bahlanganisele ndawonye kum abantu, ndibavise amazwi am,+ ukuze bafunde ukundoyika+ yonke imihla abaphila ngayo emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+ 1 Kumkani 8:40 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 40 ukuze bakoyike+ yonke imihla yokuphila kwabo phezu komhlaba owawunika ookhokho bethu.+
10 ubazise ngomhla owema ngawo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe,+ xa wathi uYehova kum, ‘Bahlanganisele ndawonye kum abantu, ndibavise amazwi am,+ ukuze bafunde ukundoyika+ yonke imihla abaphila ngayo emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+