IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 55:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Umthwalo wakho wulahlele kuYehova,+

      Yaye yena wokuxhasa.+

      Akayi kuliyekela ilungisa lishukunyiswe.+

  • Isaya 46:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Kwanasebudaleni bukabani isekwaNdim;+ nasekubeni ubani abe yingwevu ndiya kuqhubeka ndithwele.+ Ngokuqinisekileyo mna ndiya kusebenza,+ ukuze ndithwale nokuze ndifunqule ndize ndisindise.+

  • Hebhere 11:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Ngaphezu koko, ngaphandle kokholo+ akunakwenzeka ukumkholisa kakuhle,+ kuba lowo uzayo kuThixo umele akholwe ukuba ukho+ nokuba ungumvuzi+ wabo bamfuna ngenyameko.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share