IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 25:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 “Thetha koonyana bakaSirayeli, bandithabathele umnikelo: Nowuthabatha umnikelo wam ebantwini bonke abaqhutywa yintliziyo.+

  • Eksodus 35:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Bandula ke beza, wonk’ ubani owayeqhutywa yintliziyo,+ abo bonke bamoya wabaqhubayo, bawuzisa umnikelo kaYehova womsebenzi wentente yokuhlangana nowenkonzo yayo yonke nowezambatho ezingcwele.

  • Nehemiya 10:39
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 39 Kuba oonyana bakaSirayeli noonyana babaLevi bafanele bazise umnikelo+ wokudla okuziinkozo kwiiholo zokudlela, iwayini entsha+ neoli, kuba apho kulapho kukho impahla yengcwele nababingeleli ababelungiselela,+ nabagcini-masango+ neemvumi;+ yaye asifanele singayikhathaleli indlu yoThixo wethu.+

  • 2 Korinte 9:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Niya kunikwa intabalala ezintweni zonke ukuze nibonise isisa ngandlela zonke kwabanye, baze ke bona bambulele uThixo ngenxa yethu;+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share