IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 14:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kuphela nje musani ukumvukela uYehova;+ musani ukuboyika abantu belo lizwe,+ kuba basisonka sethu. Limkile ikhusi labo kubo,+ yaye uYehova unathi.+ Musani ukuboyika.”+

  • Duteronomi 20:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 “Xa uthe waphuma waya kulwa idabi neentshaba zakho waza wabona amahashe neenqwelo zokulwa,+ isizwana esikhulu kunawe, uze ungasoyiki; ngokuba uYehova uThixo wakho unawe,+ owakukhuphayo ezweni laseYiputa.+

  • 2 Kronike 13:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye, khangela! uTHIXO oyinyaniso+ unathi kunye nababingeleli bakhe+ namaxilongo okuduma+ ukuvakalisa isandi sokulumkisa ngedabi nxamnye nani. Owu bonyana bakaSirayeli, musani ukulwa nxamnye noYehova uTHIXO wookhokho benu,+ kuba aniyi kuba nampumelelo.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share