Duteronomi 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ubazise ngomhla owema ngawo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe,+ xa wathi uYehova kum, ‘Bahlanganisele ndawonye kum abantu, ndibavise amazwi am,+ ukuze bafunde ukundoyika+ yonke imihla abaphila ngayo emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+ Duteronomi 4:36 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 36 Wakuvisa ilizwi lakhe liphuma emazulwini ukuze akulungise; nasemhlabeni wakubonisa umlilo wakhe omkhulu, waweva amazwi akhe phakathi komlilo.+
10 ubazise ngomhla owema ngawo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe,+ xa wathi uYehova kum, ‘Bahlanganisele ndawonye kum abantu, ndibavise amazwi am,+ ukuze bafunde ukundoyika+ yonke imihla abaphila ngayo emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+
36 Wakuvisa ilizwi lakhe liphuma emazulwini ukuze akulungise; nasemhlabeni wakubonisa umlilo wakhe omkhulu, waweva amazwi akhe phakathi komlilo.+