3 “Ngoko ke profeta, uthi, ‘Itsho iNkosi enguMongami uYehova ukuthi: “Ngenxa yokuba niye naphanziswa+ naza nangqavulelwa macala onke,+ ukuze nibe lilifa labaseleyo beentlanga+ kwaye kuqhutyekwa kuthethwa ngani ngolwimi+ yaye kukho nengxelo embi phakathi kwabantu,+