Yobhi 18:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Kuba eneneni iinyawo zakhe ziya kumqhubela emnatheni,Yaye uya kunyathela umnatha ophinyeneyo.+ INdumiso 140:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Abaziphakamisileyo bandifihlele isibatha;+Yaye baneke iintsontelo njengomnatha ecaleni komkhondo.+Bandibekele imigibe.+ Seʹlah. Yeremiya 5:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 “‘Kuba phakathi kwabantu bam kufunyenwe abantu abangendawo.+ Bahleli beqondele, bebuthumile njengababambisi beentaka.+ Babeke isibatha esonakalisayo. Babambisa abantu. Habhakuki 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Bonke aba ubanyuse ngegwegwe lokuloba iintlanzi;+ ubarhuqa emke nabo ngomnatha wakhe orhuqwayo, abahlanganise ngomnatha wakhe wokuloba.+ Kungenxa yoko enemihlali yaye evuya.+ Yohane 10:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Umqeshwa,+ ongengomalusi nezingezozakhe izimvu, uthi akubona ingcuka isiza, azishiye izimvu, asabe—ize ingcuka izixhwile, izichithachithe+—
5 Abaziphakamisileyo bandifihlele isibatha;+Yaye baneke iintsontelo njengomnatha ecaleni komkhondo.+Bandibekele imigibe.+ Seʹlah.
26 “‘Kuba phakathi kwabantu bam kufunyenwe abantu abangendawo.+ Bahleli beqondele, bebuthumile njengababambisi beentaka.+ Babeke isibatha esonakalisayo. Babambisa abantu.
15 Bonke aba ubanyuse ngegwegwe lokuloba iintlanzi;+ ubarhuqa emke nabo ngomnatha wakhe orhuqwayo, abahlanganise ngomnatha wakhe wokuloba.+ Kungenxa yoko enemihlali yaye evuya.+
12 Umqeshwa,+ ongengomalusi nezingezozakhe izimvu, uthi akubona ingcuka isiza, azishiye izimvu, asabe—ize ingcuka izixhwile, izichithachithe+—