IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 27:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Ukuba bendingabanga nokholo ekuboneni ukulunga kukaYehova elizweni labo baphilileyo+—!

  • INdumiso 142:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  5 Ndimemeze kuwe, Yehova, ndicela uncedo.+

      Ndathi: “Uyindawo yam yokusabela,+

      Isabelo sam+ elizweni labaphilayo.”+

  • INtshumayeli 9:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kuba abaphilayo bayazi ukuba baya kufa;+ kodwa abafileyo, abazi nto konke konke,+ abasenamvuzo, ngenxa yokuba balityelwe, abasakhunjulwa nganto.+

  • Isaya 38:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ndithe: “Andiyi kumbona uYa, yena kanye uYa, kwilizwe labaphilayo.+

      Andisayi kuba sakhangela eluntwini—kunye nabemi belizwe labangasekhoyo.

  • Isaya 53:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 Uthatyathiwe ngenxa yothintelo nomgwebo;+ yaye ngubani na oya kuzixhalabisa ngeenkcukacha zesizukulwana sakhe?+ Kuba wahlukaniswa+ nelizwe labaphilileyo.+ Wafumana umvumbo ngenxa yokunxaxha+ kwabantu bakowethu.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share