Levitikus 5:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 “Ukuba umphefumlo uthe wona ngokwenza enye yezinto zonke uYehova ayalele ukuba zingenziwa,+ nokuba ubungazi, woba netyala yaye umele uphendule ngesiphoso sawo.+ Galati 6:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+ 1 Timoti 1:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 nangona ngaphambili ndandingumnyelisi nomtshutshisi+ nomntu osileyo.+ Noko ke, ndenzelwa inceba,+ ngenxa yokuba ndandisenza ngokungazi,+ ndiswele ukholo.
17 “Ukuba umphefumlo uthe wona ngokwenza enye yezinto zonke uYehova ayalele ukuba zingenziwa,+ nokuba ubungazi, woba netyala yaye umele uphendule ngesiphoso sawo.+
6 Bazalwana, ukuba umntu uqutyulwe sisiphoso,+ nina enineemfaneleko zokomoya+ zamani ukumlungisa umntu onjalo ngomoya wobulali,+ nizilumkela+ ukuba ningahendwa nani.+
13 nangona ngaphambili ndandingumnyelisi nomtshutshisi+ nomntu osileyo.+ Noko ke, ndenzelwa inceba,+ ngenxa yokuba ndandisenza ngokungazi,+ ndiswele ukholo.