INdumiso 101:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Akayi kuhlala ngaphakathi endlwini yam umsebénzi wenkohliso.+Yena ke nabani na othetha ubuxoki, akayi kumiselwa ngokuqinileyo+Phambi kwamehlo am.+ INdumiso 119:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Shenxisa kum indlela yobuxoki,+Uze undibabale ngomthetho wakho.+ Efese 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+
7 Akayi kuhlala ngaphakathi endlwini yam umsebénzi wenkohliso.+Yena ke nabani na othetha ubuxoki, akayi kumiselwa ngokuqinileyo+Phambi kwamehlo am.+
25 Ngoko ke, ekubeni nikulahlile ukuxoka,+ ngamnye kuni makathethe inyaniso nommelwane+ wakhe, ngenxa yokuba singamalungu omnye elomnye.+