- 
	                        
            
            2 Kronike 28:9INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
- 
                            - 
                                        9 Apho ke kwakukho umprofeti kaYehova ogama linguOdedi. Ngoko waphuma phambi komkhosi owawusiza eSamariya waza wathi kuwo: “Khangela! Kwakungenxa yomsindo+ kaYehova uTHIXO wookhokho benu nxamnye noYuda ukuba amnikele esandleni senu, kangangokuba niye nabulala phakathi kwabo ngomsindo+ oye kufikelela emazulwini.+ 
 
-