2 Kronike 36:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 UYehova uTHIXO wookhokho babo waqhubeka ethumela nxamnye nabo abathunywa bakhe,+ ebathumela kaninzi-ninzi, ngenxa yokuba waba nemfesane ngabantu bakhe+ nangendawo yakhe yokuhlala.+ Roma 9:27 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 27 Ngaphezu koko, uIsaya uyadanduluka ngokuphathelele uSirayeli esithi: “Nangona inani loonyana bakaSirayeli lisenokuba ngangentlabathi yolwandle,+ yintsalela eya kusindiswa.+ Roma 10:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kodwa uIsaya ukhalipha kakhulu aze athi: “Ndafunyanwa ngabo babengafuni mna;+ ndabonakala kwabo babengabuzisi ngam.”+
15 UYehova uTHIXO wookhokho babo waqhubeka ethumela nxamnye nabo abathunywa bakhe,+ ebathumela kaninzi-ninzi, ngenxa yokuba waba nemfesane ngabantu bakhe+ nangendawo yakhe yokuhlala.+
27 Ngaphezu koko, uIsaya uyadanduluka ngokuphathelele uSirayeli esithi: “Nangona inani loonyana bakaSirayeli lisenokuba ngangentlabathi yolwandle,+ yintsalela eya kusindiswa.+
20 Kodwa uIsaya ukhalipha kakhulu aze athi: “Ndafunyanwa ngabo babengafuni mna;+ ndabonakala kwabo babengabuzisi ngam.”+