IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Eksodus 34:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 UYehova wadlula phambi kobuso bakhe waza wavakalisa esithi: “UYehova, uYehova, uThixo onenceba+ nobabalo,+ ozeka kade umsindo,+ onobubele bothando obuninzi+ nenyaniso,+

  • Nehemiya 1:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Kwaye ndahlabela mgama ndathi: “Awu, Yehova THIXO wamazulu, THIXO omkhulu nowoyikekayo,+ ogcina umnqophiso+ nobubele bothando kwabo bamthandayo+ nabagcina imiyalelo yakhe,+

  • Nehemiya 9:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ngoko bala ukuphulaphula,+ yaye abazange bazikhumbule+ izenzo zakho ezimangalisayo owazenzayo ngabo, kodwa bayenza lukhuni intamo+ yabo, bamisela intloko+ ukuba babuyele ebukhobokeni eYiputa. Kodwa unguThixo oxolelayo,+ onobabalo+ nonenceba,+ ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ kwaye akuzange ubashiye.+

  • INdumiso 51:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 51 Ndibabale, Thixo, ngokobubele bakho obunothando.+

      Ngokobuninzi beenceba zakho kususe ukunxaxha kwam.+

  • INdumiso 89:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Ubulungisa nomgwebo yindawo emisiweyo yetrone yakho;+

      Ububele bothando nenyaniso ziza phambi kobuso bakho.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share