IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Numeri 18:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Waqhubeka wathi uYehova kuAron: “Ezweni labo akuyi kuba nalifa, yaye akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo.+ Ndim isabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.+

  • Duteronomi 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kungenxa yoko le nto uLevi engenasabelo nalifa+ ndawonye nabazalwana bakhe. NguYehova ilifa lakhe, kanye njengoko wathethayo uYehova uThixo wakho kuye.+

  • Duteronomi 18:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 “Ababingeleli, abaLevi, isizwe sabaLevi siphela,+ mabangabi nasabelo nalifa kunye noSirayeli. Bodla umnikelo wasemlilweni kaYehova, nelifa lakhe.+

  • Yoshuwa 13:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Sisizwe sabaLevi kuphela angazange asinike ilifa.+ Iminikelo yasemlilweni+ kaYehova uTHIXO kaSirayeli lilifa laso,+ kanye njengoko wayesithembisile.+

  • Yoshuwa 13:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Yaye isizwe sabaLevi uMoses akazange asinike lifa.+ UYehova uTHIXO kaSirayeli lilifa laso, kanye njengoko wasithembisayo.+

  • Hezekile 45:4
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 4 Njengesahlulo esingcwele elizweni apho iya kuba sesababingeleli,+ abalungiseleli bengcwele, abo basondelayo ukuza kulungiselela kuYehova.+ Yaye imele ibe yindawo yezindlu zabo, nendawo engcwele yengcwele.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share